IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 1:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Nize ningakhethi buso ekugwebeni kwenu.+ Nifanele nimve omncinane njengomkhulu.+ Nize ningothuswa mntu,+ ngokuba umgwebo ngokaThixo;+ ityala elininzimeleyo nize nilizise kum, ndilive.’+

  • 1 Kumkani 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngoko uKumkani uSolomon wafunga ngoYehova, esithi: “Ngoko wanga uThixo angenza kum, yaye wanga angongeza kuko,+ ukuba uAdoniya akayithethanga le nto nxamnye nomphefumlo wakhe.+

  • IMizekeliso 13:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ubulungisa buyamlondoloza ongenzakalisiyo kwindlela yakhe,+ kodwa ongendawo uyambhukuqa umoni.+

  • IMizekeliso 21:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Lowo Ulilungisa uyinikela ingqalelo indlu yongendawo,+ ubhukuqela abangendawo kwintlekele yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share