IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 12:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yaye le nto yabenza bona,+ ibe abantu baqalisa ukuya phambi kwelo likwaDan.

  • 1 Kumkani 13:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Le nto yayonisa indlu kaYerobhoham+ yezisa nesihlandlo sokuyitshayela nokuyibhubhisa phezu komhlaba.+

  • 1 Kumkani 14:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+

  • Mateyu 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Yeha ihlabathi ngenxa yezikhubekiso! Kambe ke, ziya kuhlala zikhona zona izikhubekiso,+ kodwa yeha loo mntu siza ngaye isikhubekiso!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share