IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 12:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Yaye le nto yabenza bona,+ ibe abantu baqalisa ukuya phambi kwelo likwaDan.

  • 1 Kumkani 16:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye, ngokungathi yeyona nto ingenamsebenzi+ kuye ukuhamba ezonweni zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, wathabatha uIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon+ wamenza umfazi+ wakhe waza waqalisa ukuya kukhonza uBhahali+ nokuqubuda kuye.

  • 2 Kumkani 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Kuphela wanamathela kwizono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli.+ Akazange emke kuzo.

  • 2 Kumkani 10:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Yaye uYehu akazange akunyamekele ukuhamba ngomthetho kaYehova uTHIXO kaSirayeli ngentliziyo yakhe yonke.+ Akazange aphambuke ezonweni zikaYerobhoham awamonisa ngazo uSirayeli.+

  • 2 Kumkani 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova+ waza waqhubeka esukela isono sikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awonisa ngaso uSirayeli.+ Akazange aphambuke kuso.

  • 2 Kumkani 17:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba wamkrazula uSirayeli endlwini kaDavide, waza wenza uYerobhoham unyana kaNebhati ukumkani; yaye uYerobhoham+ wamahlukanisa uSirayeli nokulandela uYehova, waza wamonisa ngesono esikhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share