Isaya 57:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+ Yeremiya 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi uYehova kum ngemihla kaYosiya ukumkani:+ “‘Ukubonile na oko kwenziwe nguSirayeli ongathembekanga?+ Unyukela kuzo zonke iintaba eziphakamileyo+ naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ ukuze abe ngunongogo apho.+ Yeremiya 17:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 xa oonyana babo bezikhumbula izibingelelo zabo nezibonda zabo ezingcwele ecaleni komthi onabileyo, phezu kweenduli eziphakamileyo,+
5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+
6 Wathi uYehova kum ngemihla kaYosiya ukumkani:+ “‘Ukubonile na oko kwenziwe nguSirayeli ongathembekanga?+ Unyukela kuzo zonke iintaba eziphakamileyo+ naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ ukuze abe ngunongogo apho.+
2 xa oonyana babo bezikhumbula izibingelelo zabo nezibonda zabo ezingcwele ecaleni komthi onabileyo, phezu kweenduli eziphakamileyo,+