IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 NdinguYehova uThixo wenu, onikhuphileyo ezweni laseYiputa ukuba ningabi ngamakhoboka awo,+ ndazaphula iidyokhwe zenu ndaza ndanihambisa nathi nkqo.+

  • Duteronomi 4:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kodwa nina unithabathile uYehova, wanikhupha kwiziko lentsimbi,+ eYiputa, ukuba nibe sisizwana sakhe+ ngokukhethekileyo njengoko ninjalo namhla.

  • Isaya 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba idyokhwe yomthwalo wabo+ nentonga esemagxeni abo, umsimelelo walowo ubaqweqwedisela emsebenzini,+ uyaphule njengemini yakwaMidiyan.+

  • Nahum 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ke kaloku ndiya kusaphula isibonda sakhe sokuthwala esikuwe,+ nezibopho ezikuwe ndiya kuziqhawula kubini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share