Eksodus 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+ 2 Kronike 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko washenxisa izibingelelo+ zasemzini neendawo eziphakamileyo,+ waziqhekeza iintsika ezingcwele+ waza wagawula izibonda ezingcwele.+ Yeremiya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+
4 “Uze ungazenzeli umfanekiso oqingqiweyo okanye imbonakalo yayo nantoni na esemazulwini phezulu okanye esemhlabeni phantsi okanye esemanzini phantsi komhlaba.+
3 Ngoko washenxisa izibingelelo+ zasemzini neendawo eziphakamileyo,+ waziqhekeza iintsika ezingcwele+ waza wagawula izibonda ezingcwele.+
14 Wonke umntu uziphethe ngokungenangqiqo engenakwazi.+ Wonke umnyibilikisi ngokuqinisekileyo uya kuziva eneentloni ngenxa yemifanekiso eqingqiweyo;+ kuba imifanekiso yakhe etyhidiweyo ibubuxoki,+ yaye akukho moya kuyo.+