Genesis 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uAbram wathi: “Nkosi enguMongami Yehova, uya kundinika ntoni na, njengokuba ndingenabantwana nje yaye nendlu yam iya kuba lilifa lendoda yaseDamasko, uEliyezere?”+ 1 Kumkani 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye waqhubeka eqokelelela amadoda ecaleni lakhe waza waba yintloko yamatutu, ekubulaweni kwawo nguDavide.+ Ngoko baya eDamasko+ baya kuhlala khona baza balawula eDamasko. Yeremiya 49:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ndiza kuvuthisa umlilo kwiindonga zaseDamasko, yaye ngokuqinisekileyo uya kuziqwenga iinqaba zokuhlala zikaBhen-hadade.”+ Amosi 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndiza kuwaphula umvalo waseDamasko,+ ndimnqumle ummi waseBhikate-aven, nophethe intonga yobukhosi waseBhete-eden; nabantu baseSiriya kuya kufuneka baye eKire+ njengabathinjwa,” utsho uYehova.’
2 Waza uAbram wathi: “Nkosi enguMongami Yehova, uya kundinika ntoni na, njengokuba ndingenabantwana nje yaye nendlu yam iya kuba lilifa lendoda yaseDamasko, uEliyezere?”+
24 Yaye waqhubeka eqokelelela amadoda ecaleni lakhe waza waba yintloko yamatutu, ekubulaweni kwawo nguDavide.+ Ngoko baya eDamasko+ baya kuhlala khona baza balawula eDamasko.
27 “Ndiza kuvuthisa umlilo kwiindonga zaseDamasko, yaye ngokuqinisekileyo uya kuziqwenga iinqaba zokuhlala zikaBhen-hadade.”+
5 Ndiza kuwaphula umvalo waseDamasko,+ ndimnqumle ummi waseBhikate-aven, nophethe intonga yobukhosi waseBhete-eden; nabantu baseSiriya kuya kufuneka baye eKire+ njengabathinjwa,” utsho uYehova.’