IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 18:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 neMizpe+ neKefira+ neMotsa,

  • ABagwebi 20:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngenxa yoko baphuma+ bonke oonyana bakaSirayeli yaye indibano yahlanganisana njengamntu mnye,+ ukususela kwaDan+ kuse eBher-shebha+ kunye nelizwe laseGiliyadi,+ kuYehova eMizpa.+

  • ABagwebi 21:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ke kaloku amadoda akwaSirayeli ayefungile eMizpa,+ esithi: “Ayikho indoda kuthi eya kunikela intombi yayo kuBhenjamin njengomfazi.”+

  • 1 Samuweli 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye uSamuweli wababizela ndawonye abantu kuYehova eMizpa+

  • 1 Kumkani 15:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 UKumkani uAsa wabiza wonke uYuda+—kwakungekho namnye ukhululekileyo—yaye wathwala amatye namaplanga aseRama, awayesakha ngawo uBhahasha; waza uKumkani uAsa wakha ngawo iGebha+ yakwaBhenjamin, neMizpa.+

  • 2 Kumkani 25:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Xa zonke iintloko zomkhosi wamajoni,+ zona namadoda azo, zevayo ukuba ukumkani waseBhabhiloni wayemisele uGedaliya, ngoko nangoko zeza kuGedaliya eMizpa,+ oko kukuthi, uIshmayeli unyana kaNetaniya noYohanan unyana kaKareya noSeraya unyana kaTanumete umNetofa noYahazaniya unyana womMahakati, bona namadoda abo.

  • Yeremiya 40:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngako oko uYeremiya wafika kuGedaliya+ unyana ka-Ahikam eMizpa+ waza wahlala naye phakathi kwabantu ababeshiywe elizweni.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share