2 Kumkani 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova. 2 Kumkani 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+ 2 Kumkani 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wathi akusiva uAtaliya isandi sokubaleka kwabantu, kwaoko weza ebantwini endlwini kaYehova.+ 2 Kumkani 11:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngoko babeka izandla zabo kuye waza weza ngendlela yokungena amahashe+ endlwini kakumkani,+ yaye wabulawelwa apho.+
18 Wahamba endleleni yookumkani bakwaSirayeli,+ kanye njengoko benzayo abendlu ka-Ahabhi;+ kuba intombi ka-Ahabhi yaba ngumfazi wakhe,+ yaye waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova.
11 Ke kaloku uAtaliya+ unina ka-Ahaziya,+ wabona ukuba unyana wakhe ufile. Ngoko wasuka watshabalalisa yonke inzala yobukumkani.+
16 Ngoko babeka izandla zabo kuye waza weza ngendlela yokungena amahashe+ endlwini kakumkani,+ yaye wabulawelwa apho.+