IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 20:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke yena uBhen-hadadi+ ukumkani waseSiriya, waqokelela ndawonye yonke imikhosi yakhe yamajoni kunye nookumkani abangamashumi amathathu anesibini+ namahashe+ neenqwelo zokulwa,+ waza wenyuka waya kungqinga+ iSamariya,+ walwa nayo.

  • 1 Kumkani 22:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 Ngaloo ndlela wafa ukumkani. Ekuzisweni kwakhe eSamariya, bamngcwaba ukumkani eSamariya.+

  • 2 Kumkani 17:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ukumkani waseAsiriya wezisa abantu abavela eBhabhiloni+ naseKuta naseAva+ naseHamati+ naseSefarvayim+ waza wabahlalisa kwizixeko zaseSamariya+ esikhundleni soonyana bakaSirayeli; yaye balihlutha elaseSamariya baza bahlala kwizixeko zalo.

  • Amosi 6:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Yeha abo bahleli ngokukhululeka+ eZiyon nabo bakholose ngentaba yaseSamariya! Bangababalaseleyo kwinxalenye eyintloko yeentlanga, kwaye indlu kaSirayeli ifikile kubo.

  • IZenzo 8:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 UFilipu, yena, wehla waya kwisixeko saseSamariya+ waza waqalisa ukushumayela ngoKRISTU kubo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share