1 Kumkani 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngenxa yoko kwathi uIzebhele+ akubanqumla abaprofeti bakaYehova,+ uObhadiya wathabatha abaprofeti abalikhulu wabafihla emqolombeni ngamashumi amahlanu, yaye wayebabonelela ngesonka namanzi.)+ 1 Kumkani 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku thumela, ndiqokelelele wonke uSirayeli ndawonye kwiNtaba yeKarmele+ kunye nabaprofeti bakaBhahali+ abangamakhulu amane anamashumi amahlanu nabaprofeti besibonda esingcwele+ abangamakhulu amane, abadla etafileni kaIzebhele.”+ 1 Kumkani 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula ke uAhabhi+ waxelela uIzebhele+ konke oko kwakwenziwe nguEliya nendlela awababulala ngayo bonke abaprofeti ngekrele.+ 1 Kumkani 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+ 1 Kumkani 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akukho bani uye waba njengoAhabhi,+ owazithengisela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, owathundezwa nguIzebhele+ umfazi wakhe.+ 2 Kumkani 9:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ekuhambeni kwethuba uYehu wafika eYizereli,+ yaye uIzebhele+ wakuva oko. Kwaye wawaqaba+ amehlo akhe ngesithambiso esimnyama walungisa nentloko yakhe kakuhle+ waza wakhangela phantsi ngefestile.+ ISityhilelo 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Noko ke, ndinoku nxamnye nawe, kokuba umnyamezela laa mfazi uIzebhele,+ ozibiza ngokuthi ungumprofetikazi, efundisa+ aze alahlekise amakhoboka am+ ukuba ahenyuze,+ atye izinto ezibingelelwe kwizithixo.+
4 Ngenxa yoko kwathi uIzebhele+ akubanqumla abaprofeti bakaYehova,+ uObhadiya wathabatha abaprofeti abalikhulu wabafihla emqolombeni ngamashumi amahlanu, yaye wayebabonelela ngesonka namanzi.)+
19 Ke kaloku thumela, ndiqokelelele wonke uSirayeli ndawonye kwiNtaba yeKarmele+ kunye nabaprofeti bakaBhahali+ abangamakhulu amane anamashumi amahlanu nabaprofeti besibonda esingcwele+ abangamakhulu amane, abadla etafileni kaIzebhele.”+
19 Wandula ke uAhabhi+ waxelela uIzebhele+ konke oko kwakwenziwe nguEliya nendlela awababulala ngayo bonke abaprofeti ngekrele.+
7 Wandula ke uIzebhele umfazi wakhe wathi kuye: “Asinguwe na ngoku ongukumkani kwaSirayeli?+ Phakama, yidla isonka ichwayite intliziyo yakho. Ndiza kukunika ngokwam isidiliya sikaNabhoti umYizereli.”+
25 Akukho bani uye waba njengoAhabhi,+ owazithengisela ukwenza okubi emehlweni kaYehova, owathundezwa nguIzebhele+ umfazi wakhe.+
30 Ekuhambeni kwethuba uYehu wafika eYizereli,+ yaye uIzebhele+ wakuva oko. Kwaye wawaqaba+ amehlo akhe ngesithambiso esimnyama walungisa nentloko yakhe kakuhle+ waza wakhangela phantsi ngefestile.+
20 “‘Noko ke, ndinoku nxamnye nawe, kokuba umnyamezela laa mfazi uIzebhele,+ ozibiza ngokuthi ungumprofetikazi, efundisa+ aze alahlekise amakhoboka am+ ukuba ahenyuze,+ atye izinto ezibingelelwe kwizithixo.+