IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 35:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 “‘Nize ningalingcolisi ilizwe enikulo; kuba ligazi elingcolisa ilizwe,+ yaye ilizwe alinakucanyangushelwa ngenxa yegazi eliphalaziweyo kulo ngaphandle kwangegazi lalowo uliphalazileyo.+

  • 2 Samuweli 3:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Akuva ke ngako uDavide emva koko, kwaoko wathi: “Mna nobukumkani, ngokwembono kaYehova, simsulwa kude kuse kwixesha elingenammiselo etyaleni legazi+ ngoAbhinere unyana kaNere.

  • 2 Samuweli 3:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Ke yena uYowabhi noAbhishayi+ umntakwabo, bambulala uAbhinere+ ngenxa yokuba wayembulele uAsaheli umntakwabo eGibheyon edabini.+

  • 1 Kumkani 2:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Waza ukumkani wathi kuye: “Yenza kanye njengoko ethethile umhlasele; uze umngcwabe yaye ulishenxise kum nasendlwini kabawo igazi+ eliphalazwe nguYowabhi ngokungafanelekanga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share