IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wathi uYehova kuMoses: “Isandla sikaYehova sifutshane na?+ Ngoku uya kubona ukuba endikuthethileyo kuya kwenzeka okanye akunjalo kusini na.”+

  • ABagwebi 15:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko uThixo wavula umgongxo omile okwesingqusho owawuseLehi, kwaza kwaphuma amanzi+ kuwo, wasela, emva koko wabuya umoya wakhe+ waza waphila.+ Kungenxa yoko le nto wawubiza ngokuba yiEn-hakore igama lawo, eseseLehi de kube namhla.

  • INdumiso 37:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Abayi kudaniswa ngexesha lentlekele,+

      Nangemini yendlala baya kwaneliswa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share