-
2 Kumkani 2:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
16 Yaye bahlabela mgama bathi kuye: “Yabona ke, kukho amadoda angamashumi amahlanu akunye nabakhonzi bakho, abantu abangamakroti. Nceda, wavumele ahambe aye kufuna inkosi yakho. Kusenokwenzeka ukuba umoya+ kaYehova uyiphakamisile wandula ke wayiphosa kwenye yeentaba okanye kwenye yeentlambo.” Kodwa wathi: “Ningawathumeli.”
-
-
Hezekile 8:3INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
3 Wandula ke wolula imbonakaliso yesandla+ waza wandithabatha ngesihlwitha seenwele zentloko yam, waza umoya+ wandithwalela phakathi komhlaba namazulu, wandizisa eYerusalem emibonweni kaThixo,+ ngasesangweni elingaphakathi+ elijonge ngasemntla, apho kukho indawo yokuhlala yomfuziselo wekhwele elikhweletisayo.+
-