Isaya 42:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Khangela! Umkhonzi wam,+ endimxhasayo!+ Onyuliweyo wam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam!+ Ndifake umoya wam kuye.+ Uya kuzizisela okusesikweni iintlanga.+ Isaya 53:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+
42 Khangela! Umkhonzi wam,+ endimxhasayo!+ Onyuliweyo wam,+ lowo ukholisiweyo nguye umphefumlo wam!+ Ndifake umoya wam kuye.+ Uya kuzizisela okusesikweni iintlanga.+
11 Ngenxa yenkathazo yomphefumlo wakhe uya kubona,+ uya kwaneliswa.+ Ngolwazi lwakhe lowo ulilungisa, umkhonzi wam,+ uya kubazisela ukuma kobulungisa abantu abaninzi;+ neziphoso zabo uya kuzithwala.+