1 Samuweli 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Oku kwambandezela kakhulu kuDavide,+ ngenxa yokuba abantu bathi makaxulutywe;+ kuba umphefumlo wabo bonke abantu wawukrakra,+ ngamnye ngenxa yoonyana bakhe neentombi zakhe. Ngoko uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.+ INdumiso 28:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova ungamandla am+ nekhaka lam.+Intliziyo yam ikholose ngaye,+Yaye ndincediwe, ukuze intliziyo yam igcobe,+Yaye ndiya kumbonga ngengoma yam.+
6 Oku kwambandezela kakhulu kuDavide,+ ngenxa yokuba abantu bathi makaxulutywe;+ kuba umphefumlo wabo bonke abantu wawukrakra,+ ngamnye ngenxa yoonyana bakhe neentombi zakhe. Ngoko uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.+
7 UYehova ungamandla am+ nekhaka lam.+Intliziyo yam ikholose ngaye,+Yaye ndincediwe, ukuze intliziyo yam igcobe,+Yaye ndiya kumbonga ngengoma yam.+