Eksodus 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wasuka uMoses noYoshuwa umlungiseleli wakhe, waza wanyuka uMoses waya entabeni yoTHIXO oyinyaniso.+ 2 Kumkani 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.” 2 Kumkani 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wandula wathi uYehoshafati:+ “Akukho mprofeti kaYehova na apha?+ Ngoko masibuze kuYehova ngaye.”+ Ngoko omnye wabakhonzi bakakumkani wakwaSirayeli waphendula wathi: “Nanku uElisha+ unyana kaShafati, owagalela amanzi esandleni sikaEliya.”+
13 Wasuka uMoses noYoshuwa umlungiseleli wakhe, waza wanyuka uMoses waya entabeni yoTHIXO oyinyaniso.+
3 Bandula ke oonyana babaprofeti+ ababeseBheteli beza kuElisha baza bathi kuye: “Ngaba ngokwenene uyazi ukuba namhlanje uYehova uza kuyithabatha inkosi yakho ingabi saba yintloko yakho?”+ Waza wathi: “Nam, ndikwazi kakuhle oko.+ Yithini cwaka.”
11 Wandula wathi uYehoshafati:+ “Akukho mprofeti kaYehova na apha?+ Ngoko masibuze kuYehova ngaye.”+ Ngoko omnye wabakhonzi bakakumkani wakwaSirayeli waphendula wathi: “Nanku uElisha+ unyana kaShafati, owagalela amanzi esandleni sikaEliya.”+