Yobhi 33:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uya kuvumela abantu athi,‘Ndonile;+ ndaza okuthe tye ndakugqwetha,Yaye ngokuqinisekileyo bekungeyonto ifanelekileyo ngam. IMizekeliso 29:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+ Isaya 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Owu hayi indlela idolophu ethembekileyo+ eye yaba ngunongogo ngayo!+ Yayizaliswe kokusesikweni;+ ubulungisa babudla ngokuhlala kuyo,+ kodwa ngoku ngababulali.+ Mateyu 26:59 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 59 Ngelo xesha ababingeleli abaziintloko neSanhedrin iphela babefuna ubungqina bobuxoki nxamnye noYesu ukuze bambulale,+ IZenzo 7:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+
27 Uya kuvumela abantu athi,‘Ndonile;+ ndaza okuthe tye ndakugqwetha,Yaye ngokuqinisekileyo bekungeyonto ifanelekileyo ngam.
2 Xa esiba maninzi amalungisa, abantu baba nemihlali;+ kodwa xa kulawula ongendawo, abantu bayancwina.+
21 Owu hayi indlela idolophu ethembekileyo+ eye yaba ngunongogo ngayo!+ Yayizaliswe kokusesikweni;+ ubulungisa babudla ngokuhlala kuyo,+ kodwa ngoku ngababulali.+
59 Ngelo xesha ababingeleli abaziintloko neSanhedrin iphela babefuna ubungqina bobuxoki nxamnye noYesu ukuze bambulale,+
52 Nguwuphi na kubaprofeti abangazange bamtshutshise ookhokho benu?+ Ewe, bababulala+ abo benza isaziso kwangaphambili ngokuza kwaLowo ulilungisa,+ eniye nangabangcatshi nababulali bakhe ngoku,+