IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 22:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa uMikaya wathi: “Ephila nje uYehova,+ oko aya kukutsho uYehova kum, ndiya kuthetha kona.”+

  • Yeremiya 23:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Umprofeti onephupha, makalibalise iphupha elo; kodwa lowo unelizwi lam, makalithethe ilizwi lam ngokwenyaniso.”+

      “Iindiza zinantoni na yakwenza nokudla okuziinkozo?”+ utsho uYehova.

  • Yeremiya 42:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 UYeremiya umprofeti wathi kubo: “Ndivile. Yabonani, ndiyathandaza kuYehova uThixo wenu ngokwamazwi enu;+ yaye ngokuqinisekileyo lonke ilizwi aniphendula ngalo uYehova ndiya kunixelela.+ Andiyi kunivimba lizwi.”+

  • IZenzo 20:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 kuba andinifihlelanga nto, ndinixelele lonke icebo+ likaThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share