IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa endaweni aya kuyinyula uYehova kwesinye sezizwe zenu, ufanele uyinikele khona iminikelo yakho etshiswayo, ukwenze khona konke endikuyalela kona.+

  • 1 Kumkani 14:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Naye waqhubeka ezakhela iindawo eziphakamileyo,+ iintsika ezingcwele+ nezibonda ezingcwele+ phezu kwazo zonke iinduli eziphakamileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo.+

  • 1 Kumkani 15:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye akazange azishenxise+ iindawo eziphakamileyo.+ Noko ke, intliziyo ka-Asa yayiphelele kuYehova yonke imihla yakhe.+

  • 2 Kumkani 12:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ziindawo eziphakamileyo kuphela ezingazange zithi shwaka.+ Abantu babesabingelela beqhumisa nemibingelelo kwiindawo eziphakamileyo.

  • 2 Kumkani 14:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuphela ziindawo eziphakamileyo ezingazange zithi shwaka.+ Abantu babesabingelela beqhumisa nemibingelelo kwiindawo eziphakamileyo.+

  • 2 Kumkani 15:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuphela nje iindawo eziphakamileyo azizange zithi shwaka.+ Abantu babesabingelela beqhumisa nemibingelelo kwiindawo eziphakamileyo.+

  • 2 Kumkani 18:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ukuba kunokwenzeka nithi kum, ‘Sikholose ngoYehova+ uThixo wethu,’+ asinguye na lowo uHezekiya+ ashenxise iindawo zakhe eziphakamileyo+ nezibingelelo zakhe, ngoxa esithi kuYuda neYerusalem, ‘Ufanele uqubude eYerusalem phambi kwesi sibingelelo’?”’+

  • 2 Kronike 20:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kuphela iindawo eziphakamileyo+ azizange zithi shwaka; abantu babengekayilungiseleli uThixo wookhokho babo intliziyo yabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share