1 Kumkani 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wandula ke uEliya wasondela ebantwini bonke waza wathi: “Koda kube nini na nimbaxa?+ Ukuba uYehova nguTHIXO oyinyaniso, landelani yena;+ kodwa ukuba nguBhahali, landelani yena.” Yaye abantu abazange batsho nelizwi ukumphendula. 2 Kronike 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa wenza okubi,+ kuba akazange akumisele ngokuqinileyo entliziyweni yakhe ukumfuna uYehova.+ 2 Kronike 19:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Noko ke, kukho izinto ezilungileyo+ ezifunyenweyo kuwe, ngenxa yokuba uye wazitshayela izibonda ezingcwele elizweni+ yaye wayilungisa intliziyo yakho ukuba ufune uTHIXO oyinyaniso.”+
21 Wandula ke uEliya wasondela ebantwini bonke waza wathi: “Koda kube nini na nimbaxa?+ Ukuba uYehova nguTHIXO oyinyaniso, landelani yena;+ kodwa ukuba nguBhahali, landelani yena.” Yaye abantu abazange batsho nelizwi ukumphendula.
3 Noko ke, kukho izinto ezilungileyo+ ezifunyenweyo kuwe, ngenxa yokuba uye wazitshayela izibonda ezingcwele elizweni+ yaye wayilungisa intliziyo yakho ukuba ufune uTHIXO oyinyaniso.”+