2 Samuweli 8:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo. 2 Samuweli 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 NakuAmasa nize nithi,+ ‘Akulothambo lam nenyama yam na? Ngoko ngamana uThixo angenza kum aze ke ongezelele+ ukukwenza ukuba akuyi kusoloko uyintloko yomkhosi phambi kwam esikhundleni sikaYowabhi.’”+ 1 Kronike 18:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye uYowabhi unyana kaTseruya wayephethe umkhosi,+ uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.
16 Kwaye uYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi; uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.
13 NakuAmasa nize nithi,+ ‘Akulothambo lam nenyama yam na? Ngoko ngamana uThixo angenza kum aze ke ongezelele+ ukukwenza ukuba akuyi kusoloko uyintloko yomkhosi phambi kwam esikhundleni sikaYowabhi.’”+
15 Kwaye uYowabhi unyana kaTseruya wayephethe umkhosi,+ uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi wayegcina ingxelo.