IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke yena uSolomon, wahlala phantsi etroneni kaDavide uyise;+ yaye ubukumkani bakhe bamiselwa ngokuqinileyo kakhulu.+

  • 2 Kronike 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 USolomon unyana kaDavide waqhubeka efumana amandla ebukumkanini bakhe,+ yaye uYehova uThixo wakhe wayenaye+ waza waqhubeka emenza mkhulu ngokugqwesileyo.+

  • IMizekeliso 16:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Siyinto ecekisekayo kukumkani+ isenzo sobungendawo, kuba itrone imiselwe ngokuqinileyo ngobulungisa.+

  • IMizekeliso 29:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ukumkani ulimisa ngokusesikweni ilizwe,+ kodwa umntu owamkela isinyobo uyalichitha.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share