2 Samuweli 6:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kwaye uDavide nendlu yonke kaSirayeli babebhiyoza phambi koYehova ngazo zonke iintlobo zezixhobo zomthi wejunipha nangeehadi+ nangomrhubhe+ nangeentambula+ nangamakhenkcekhenkce nangamacangci.+ 1 Kumkani 6:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye wakha iindonga zendlu ngaphakathi ngamaplanga omsedare. Ukususela emgangathweni wendlu kuse emiqadini yesilingi wayaleka ngamaplanga ngaphakathi; yaye waqhubeka ewaleka umgangatho wendlu ngamaplanga ejunipha.+
5 Kwaye uDavide nendlu yonke kaSirayeli babebhiyoza phambi koYehova ngazo zonke iintlobo zezixhobo zomthi wejunipha nangeehadi+ nangomrhubhe+ nangeentambula+ nangamakhenkcekhenkce nangamacangci.+
15 Kwaye wakha iindonga zendlu ngaphakathi ngamaplanga omsedare. Ukususela emgangathweni wendlu kuse emiqadini yesilingi wayaleka ngamaplanga ngaphakathi; yaye waqhubeka ewaleka umgangatho wendlu ngamaplanga ejunipha.+