Eksodus 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+ Yobhi 34:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe. IMizekeliso 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nabani na ovakalisa ongendawo elilungisa+ novakalisa ilungisa lingendawo+—bobabini bayinto ecekisekayo kuYehova.+ Isaya 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yithini kuya kuba kuhle ngalowo ulilungisa,+ kuba aya kudla isiqhamo sezenzo zawo.+ Galati 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+
7 “Cezela ezwini lobuxoki.+ Musa ukumbulala omsulwa nolilungisa, kuba andiyi kumvakalisa elilungisa ongendawo.+
11 Kuba uya kumvuza+ umntu wasemhlabeni ngokwendlela enza ngayo,Yaye uya kumbangela umntu afikelwe ngokomendo wakhe.
15 Nabani na ovakalisa ongendawo elilungisa+ novakalisa ilungisa lingendawo+—bobabini bayinto ecekisekayo kuYehova.+
7 Ningalahlekiswa:+ UThixo akanakwenziwa intlekisa.+ Loo nto ayihlwayelayo umntu, uya kuvuna kwayona;+