Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+ Isaya 36:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uya kuthini na, ngoko, ukubujika ubuso berhuluneli enye yabakhonzi benkosi yam+ abangabona bancinane, ngoxa wena ukholose ngeYiputa ngeenqwelo nabakhweli-mahashe?+
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
9 Uya kuthini na, ngoko, ukubujika ubuso berhuluneli enye yabakhonzi benkosi yam+ abangabona bancinane, ngoxa wena ukholose ngeYiputa ngeenqwelo nabakhweli-mahashe?+