Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ IMizekeliso 21:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ihashe lilungiselelwa imini yedabi,+ kodwa usindiso lolukaYehova.+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+