2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ 2 Kumkani 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+