Duteronomi 28:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+ Duteronomi 29:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Ngoko isizukulwana esizayo, oonyana benu abaya kuvela emva kwenu, nowasemzini oya kuvela ezweni elikude, baya kuzibona izibetho zelo lizwe nezifo zalo azihlisileyo uYehova kulo,+ 2 Kumkani 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe. 2 Kumkani 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe. 2 Kronike 33:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni.
48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+
22 “Ngoko isizukulwana esizayo, oonyana benu abaya kuvela emva kwenu, nowasemzini oya kuvela ezweni elikude, baya kuzibona izibetho zelo lizwe nezifo zalo azihlisileyo uYehova kulo,+
12 Ekuhambeni kwethuba uYehoyakin ukumkani wakwaYuda waphuma waya kukumkani waseBhabhiloni,+ yena nonina+ nabakhonzi bakhe neenkosana zakhe namagosa akhe enkundla; kwaye ukumkani waseBhabhiloni wamthabatha ngonyaka wesibhozo+ wokuba ngukumkani kwakhe.
6 Bandula ke bambamba ukumkani+ baza bamnyusa bamsa kukumkani waseBhabhiloni eRibhela,+ ukuze bavakalise isigwebo sakhe.
11 Ekugqibeleni uYehova wabazisela+ iintloko zomkhosi zikakumkani waseAsiriya,+ zamthimba uManase emigongxweni+ zambopha+ ngamakhamandela amabini obhedu zamsa eBhabhiloni.