2 Kumkani 24:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem. Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena. 2 Kronike 36:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+ Yeremiya 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ilizwi+ elafika kuYeremiya livela kuYehova, xa uKumkani uZedekiya+ wathuma kuye uPashure+ unyana kaMalekiya noZefaniya+ unyana kaMahaseya, umbingeleli, esithi: Yeremiya 39:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngonyaka weshumi elinanye kaZedekiya, ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo, kwatyhotyozwa esixekweni.+
18 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, yaye walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem. Igama likanina lalinguHamutali+ intombi kaYeremiya waseLibhena.
11 UZedekiya+ wayeneminyaka engamashumi amabini ananye ubudala ekuqaliseni kwakhe ukulawula, walawula iminyaka elishumi elinanye eYerusalem.+
21 Ilizwi+ elafika kuYeremiya livela kuYehova, xa uKumkani uZedekiya+ wathuma kuye uPashure+ unyana kaMalekiya noZefaniya+ unyana kaMahaseya, umbingeleli, esithi:
2 Ngonyaka weshumi elinanye kaZedekiya, ngenyanga yesine, ngomhla wesithoba enyangeni leyo, kwatyhotyozwa esixekweni.+