2 Kumkani 25:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngomhla wesithoba+ wenyanga yesine indlala+ yaba qatha esixekweni, yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+ Yeremiya 37:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngako oko uKumkani uZedekiya wawisa umyalelo, baza ke bamfaka eluvalelweni uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi;+ kwaye wayenikwa isonka esibusazinge mihla le esivela kwisitrato sababhaki,+ de saphela sonke isonka esixekweni.+ UYeremiya waqhubeka ehlala kwiNtendelezo Yabalindi.+ IZililo 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bonke abantu bayo bayancwina; bafuna isonka.+Banikele izinto zabo ezinqwenelekayo ngenxa yento edliwayo, ukuze bahlaziye umphefumlo.+Khawubone, Yehova, ukhangele, kuba ndibe njengomfazi ongenaxabiso.+ IZililo 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bebelunge ngakumbi abo babulewe ngekrele+ kunabo babulewe yindlala,+Ngenxa yokuba aba betha amandla, behlatyiwe ngokungabi namveliso yentsimi. IZililo 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Isonka sethu sisizuza ngokubeka umphefumlo wethu esichengeni,+ ngenxa yekrele lasentlango. ISityhilelo 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndaza ndeva ilizwi ngokungathi kuphakathi+ kwezidalwa eziphilayo ezine+ lisithi: “Ilitha yengqolowa iya kubiza idenariyo,+ neelitha ezintathu zerhasi zibize idenariyo; ioli yomnquma newayini uze ungayonakalisi.”+
3 Ngomhla wesithoba+ wenyanga yesine indlala+ yaba qatha esixekweni, yaye abantu belo lizwe abazange babe nasonka.+
21 Ngako oko uKumkani uZedekiya wawisa umyalelo, baza ke bamfaka eluvalelweni uYeremiya kwiNtendelezo Yabalindi;+ kwaye wayenikwa isonka esibusazinge mihla le esivela kwisitrato sababhaki,+ de saphela sonke isonka esixekweni.+ UYeremiya waqhubeka ehlala kwiNtendelezo Yabalindi.+
11 Bonke abantu bayo bayancwina; bafuna isonka.+Banikele izinto zabo ezinqwenelekayo ngenxa yento edliwayo, ukuze bahlaziye umphefumlo.+Khawubone, Yehova, ukhangele, kuba ndibe njengomfazi ongenaxabiso.+
9 Bebelunge ngakumbi abo babulewe ngekrele+ kunabo babulewe yindlala,+Ngenxa yokuba aba betha amandla, behlatyiwe ngokungabi namveliso yentsimi.
6 Ndaza ndeva ilizwi ngokungathi kuphakathi+ kwezidalwa eziphilayo ezine+ lisithi: “Ilitha yengqolowa iya kubiza idenariyo,+ neelitha ezintathu zerhasi zibize idenariyo; ioli yomnquma newayini uze ungayonakalisi.”+