IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 28:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Isibhakabhaka sakho esiphezu kwentloko yakho soba lubhedu, nomhlaba ophantsi kwakho ube yintsimbi.+

  • 2 Kumkani 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 UElisha wayethethe nomfazi awaphilisa unyana wakhe,+ esithi: “Suka uhambe, wena nendlu yakho, uze uhlale njengomphambukeli naphi na apho unokuhlala khona njengomphambukeli;+ kuba uYehova ubize indlala,+ yaye, ngaphezu koko, iya kulifikela ilizwe iminyaka esixhenxe.”+

  • Hezekile 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Nyana womntu, ke lona ilizwe, ukuba lithe lenza isono kum ngokwenza ngokungathembeki,+ ndiza kusolulela kulo isandla sam ndize ndiyaphule kulo intonga ekujingiswa kuyo izonka ezibusazinge,+ kwaye ndiza kuthumela kulo indlala+ ndize ndinqumle kulo umntu wasemhlabeni nesilwanyana sasekhaya.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share