Genesis 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwabakho indlala ezweni waza uAbram wehlela ngaseYiputa ukuze ahlale khona njengomphambukeli,+ kuba indlala yayiqatha elizweni.+ Genesis 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke kaloku kwabakho indlala ezweni, ngaphandle kweyokuqala indlala eyayikho ngemihla ka-Abraham,+ waza uIsake waya kuAbhimeleki, ukumkani wamaFilisti, eGerare.+ Genesis 47:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emva koko bathi kuFaro: “Size kuhlala njengabaphambukeli kweli lizwe,+ kuba abakhonzi bakho abanawo amadlelo omhlambi,+ kuba indlala iqatha ezweni lakwaKanan.+ Khawuncede, ke ngoko, ubavumele abakhonzi bakho bahlale ezweni laseGoshen.”+ Rute 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ke kaloku kwathi ngemihla abagwebi+ babesenza okusesikweni kwabakho indlala+ elizweni, kwaye indoda yasuka eBhetelehem+ yelakwaYuda yaya kuhlala njengomphambukeli kumhlaba wakwaMowabhi,+ yona nomfazi wayo noonyana bayo ababini.
10 Kwabakho indlala ezweni waza uAbram wehlela ngaseYiputa ukuze ahlale khona njengomphambukeli,+ kuba indlala yayiqatha elizweni.+
26 Ke kaloku kwabakho indlala ezweni, ngaphandle kweyokuqala indlala eyayikho ngemihla ka-Abraham,+ waza uIsake waya kuAbhimeleki, ukumkani wamaFilisti, eGerare.+
4 Emva koko bathi kuFaro: “Size kuhlala njengabaphambukeli kweli lizwe,+ kuba abakhonzi bakho abanawo amadlelo omhlambi,+ kuba indlala iqatha ezweni lakwaKanan.+ Khawuncede, ke ngoko, ubavumele abakhonzi bakho bahlale ezweni laseGoshen.”+
1 Ke kaloku kwathi ngemihla abagwebi+ babesenza okusesikweni kwabakho indlala+ elizweni, kwaye indoda yasuka eBhetelehem+ yelakwaYuda yaya kuhlala njengomphambukeli kumhlaba wakwaMowabhi,+ yona nomfazi wayo noonyana bayo ababini.