IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 22:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngenxa yoko wabuyela eYizereli+ ukuze aphiliswe amanxeba awaba nawo ekubethweni kwakhe eRama+ ekulweni kwakhe noHazayeli ukumkani waseSiriya.

      Ke yena uAzariya+ unyana kaYehoram+ ukumkani wakwaYuda, wehla waya kubona uYehoram+ unyana ka-Ahabhi eYizereli, kuba wayegula.+

  • 2 Kronike 25:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 UAmatsiya ukumkani wakwaYuda, unyana kaYehowashe unyana kaYehowahazi, wabanjwa+ nguYehowashe ukumkani wakwaSirayeli eBhete-shemeshe, emva koko wamzisa eYerusalem+ waza waluqhekeza udonga lweYerusalem, ukususela kwiSango lakwaEfrayim+ ukuya kufikelela kwiSango leMbombo,+ amakhulu amane eekubhite.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share