1 Samuweli 17:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Ke kaloku ngaloo mzuzu uSawule abona ngawo uDavide ephuma esiya kuhlangabeza umFilisti, wathi kuAbhinere+ intloko yomkhosi: “Ngunyana kabani+ na le nkwenkwe,+ Abhinere?” UAbhinere wathi: “Ngobomi bomphefumlo wakho, kumkani, andazi konke konke!” 2 Kumkani 4:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Unina wenkwenkwe wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko ke waphakama wahamba naye.
55 Ke kaloku ngaloo mzuzu uSawule abona ngawo uDavide ephuma esiya kuhlangabeza umFilisti, wathi kuAbhinere+ intloko yomkhosi: “Ngunyana kabani+ na le nkwenkwe,+ Abhinere?” UAbhinere wathi: “Ngobomi bomphefumlo wakho, kumkani, andazi konke konke!”
30 Unina wenkwenkwe wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko ke waphakama wahamba naye.