Genesis 28:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+ 1 Kumkani 12:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Wandula ke wabeka elinye eBheteli,+ waza elinye walibeka kwaDan.+ 1 Kumkani 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kwakukho indoda+ yakwaThixo eyayivela kwaYuda yeza eBheteli ngokwelizwi+ likaYehova, ngoxa uYerobhoham wayemi ngasesibingelelweni+ ukuze aqhumise umbingelelo.+ 2 Kumkani 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wenyuka ke apho waya eBheteli.+ Ngoxa wayesenyuka ngendlela, kwaphuma amakhwenkwe amancinane+ esixekweni aza amgculela+ esithi kuye: “Nyuka, mpandlandini!+ Nyuka, mpandlandini!”
19 Ngoko ke, wathi igama laloo ndawo yiBheteli;+ kodwa enyanisweni, lona igama leso sixeko laliyiLuzi ngaphambili.+
13 Kwakukho indoda+ yakwaThixo eyayivela kwaYuda yeza eBheteli ngokwelizwi+ likaYehova, ngoxa uYerobhoham wayemi ngasesibingelelweni+ ukuze aqhumise umbingelelo.+
23 Wenyuka ke apho waya eBheteli.+ Ngoxa wayesenyuka ngendlela, kwaphuma amakhwenkwe amancinane+ esixekweni aza amgculela+ esithi kuye: “Nyuka, mpandlandini!+ Nyuka, mpandlandini!”