2 Kumkani 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yaye uEliya wathi kuElisha: “Khawuncede uhlale apha, ngenxa yokuba uYehova undithume eBheteli.” Kodwa uElisha wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko behla baya eBheteli.+
2 Yaye uEliya wathi kuElisha: “Khawuncede uhlale apha, ngenxa yokuba uYehova undithume eBheteli.” Kodwa uElisha wathi: “Njengoko uYehova ephila+ nomphefumlo wakho uphila,+ andiyi kukushiya.”+ Ngoko behla baya eBheteli.+