ABagwebi 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko waya endlwini kayise eOfra+ waza wababulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda angamashumi asixhenxe, elityeni elinye, kodwa uYotham unyana ongoyena mncinane kaYerubhahali wasala, ngenxa yokuba wazifihla. 2 Kumkani 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye uYehova akazange afune ukumonakalisa uYuda+ ngenxa kaDavide umkhonzi wakhe,+ kanye njengoko wayemthembisile ukumnika isibane+ ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe. INdumiso 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba uya kundifihla endaweni yakhe esithakeleyo ngomhla wentlekele;+Uya kundifihla endaweni efihlakeleyo yentente yakhe;+Uya kundibeka phezulu eliweni.+
5 Emva koko waya endlwini kayise eOfra+ waza wababulala abantakwabo,+ oonyana bakaYerubhahali, amadoda angamashumi asixhenxe, elityeni elinye, kodwa uYotham unyana ongoyena mncinane kaYerubhahali wasala, ngenxa yokuba wazifihla.
19 Yaye uYehova akazange afune ukumonakalisa uYuda+ ngenxa kaDavide umkhonzi wakhe,+ kanye njengoko wayemthembisile ukumnika isibane+ ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.
5 Kuba uya kundifihla endaweni yakhe esithakeleyo ngomhla wentlekele;+Uya kundifihla endaweni efihlakeleyo yentente yakhe;+Uya kundibeka phezulu eliweni.+