Eksodus 28:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron. 2 Kronike 35:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko wamisa ababingeleli baphatha izinto ezinyanyekelwa+ ngabo waza wabakhuthazela+ enkonzweni yendlu kaYehova.+
28 “Wena ke, sondeza kuwe uAron umntakwenu enoonyana bakhe, umthabathe phakathi koonyana bakaSirayeli, abe ngumbingeleli kum,+ uAron,+ uNadabhi noAbhihu,+ uEleyazare noItamare,+ oonyana baka-Aron.
2 Ngoko wamisa ababingeleli baphatha izinto ezinyanyekelwa+ ngabo waza wabakhuthazela+ enkonzweni yendlu kaYehova.+