2 Kumkani 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+ 2 Kumkani 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba wamkrazula uSirayeli endlwini kaDavide, waza wenza uYerobhoham unyana kaNebhati ukumkani; yaye uYerobhoham+ wamahlukanisa uSirayeli nokulandela uYehova, waza wamonisa ngesono esikhulu.+
29 Kodwa izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, awamonisa ngazo uSirayeli,+ uYehu akazange aphambuke ekuzilandeleni, oko kukuthi, amathole egolide+ elinye lawo laliseBheteli elinye likwaDan.+
21 Kuba wamkrazula uSirayeli endlwini kaDavide, waza wenza uYerobhoham unyana kaNebhati ukumkani; yaye uYerobhoham+ wamahlukanisa uSirayeli nokulandela uYehova, waza wamonisa ngesono esikhulu.+