2 Kumkani 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngonyaka weshumi elinesihlanu ka-Amatsiya unyana kaYehowashe ukumkani wakwaYuda, uYerobhoham+ unyana kaYehowashe ukumkani wakwaSirayeli waba ngukumkani eSamariya iminyaka engamashumi amane ananye. Amosi 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UAmatsiya umbingeleli waseBheteli+ wathumela kuYerobhoham+ ukumkani wakwaSirayeli, esithi: “UAmosi ukwenzele iyelenqe kanye ngaphakathi endlwini kaSirayeli.+ Ilizwe alikwazi kuwanyamezela onke la mazwi akhe.+
23 Ngonyaka weshumi elinesihlanu ka-Amatsiya unyana kaYehowashe ukumkani wakwaYuda, uYerobhoham+ unyana kaYehowashe ukumkani wakwaSirayeli waba ngukumkani eSamariya iminyaka engamashumi amane ananye.
10 UAmatsiya umbingeleli waseBheteli+ wathumela kuYerobhoham+ ukumkani wakwaSirayeli, esithi: “UAmosi ukwenzele iyelenqe kanye ngaphakathi endlwini kaSirayeli.+ Ilizwe alikwazi kuwanyamezela onke la mazwi akhe.+