IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 8:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 UHazayeli wathi: “Kutheni na inkosi yam ilila nje?” Yona yathi: “Ngenxa yokuba ndiyayazi indlela oza kubenzakalisa+ ngayo oonyana bakaSirayeli. Iindawo zabo ezinqatyisiweyo uya kuzitshisa ngomlilo, yaye amadoda abo abalaseleyo uya kuwabulala ngekrele, nabantwana babo uya kubaqhekeza,+ nabafazi babo abamithiyo uya kubaqhaqha.”+

  • Amosi 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Utsho uYehova ukuthi, ‘“Ngenxa yokuvukela kathathu koonyana baka-Amoni,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku,+ ngenxa yokuqhaqha kwabo abafazi abamithiyo baseGiliyadi, ngenjongo yokwandisa ummandla wabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share