IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 14:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 Wabuthabatha ke uSawule ubukumkani phezu koSirayeli+ waza walwa imfazwe nxamnye nazo zonke iintshaba zakhe ezazimjikelezile, nxamnye noMowabhi+ nanxamnye noonyana baka-Amon+ nanxamnye noEdom+ nanxamnye nookumkani baseTsobha+ nanxamnye namaFilisti;+ yaye naphi na apho wayejikela ngakhona wayedlulisela umgwebo wesohlwayo.+

  • 2 Samuweli 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ekuhambeni kwexesha oonyana baka-Amoni babona ukuba balivumba elibi+ kuDavide, yaye oonyana baka-Amoni bathumela baza baqesha amaSiriya aseBhete-rehobhi+ namaSiriya aseTsobha,+ amadoda angamashumi amabini amawaka ahamba ngeenyawo, nokumkani waseMahaka,+ amadoda aliwaka, naseIshetobhi, ishumi elinesibini lamawaka amadoda.

  • INdumiso 60:umbhalo osemantla
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • Kumalathisi okwiNyibiba yeSikhumbuzo. IMiktam. EkaDavide. Eyokufundisa.+ Xa wayesukuzana noAram-naharayim noAram-Tsobha, waza uYowabhi wabuya waza waxabela uEdom kwiNtlambo yeTyuwa, ishumi elinesibini lamawaka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share