IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 27:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 UYonatan,+ unyana womntakwabo Davide, wayengumcebisi, indoda enokuqonda,+ wayekwangunobhala, uYehiyele unyana kaHakemoni+ wayekunye noonyana bakakumkani.+

  • IMizekeliso 12:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngokuba umntu omlomo unengqiqo uya kudunyiswa,+ kodwa ontliziyo ijijekileyo uya kudelwa.+

  • 1 Timoti 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba abo balungiselela kakuhle bazizuzela isimo esihle+ nenkululeko enkulu yokuthetha+ elukholweni ngokunxibelelene noKristu Yesu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share