2 Samuweli 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle. 2 Samuweli 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UAsaheli+ umntakwabo Yowabhi wayephakathi kwamashumi lawo mathathu; uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem,
18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle.
24 UAsaheli+ umntakwabo Yowabhi wayephakathi kwamashumi lawo mathathu; uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem,