IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle.

  • 2 Samuweli 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+

  • 1 Kronike 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Oodade wabo yayinguTseruya noAbhigali;+ bona oonyana bakaTseruya yayinguAbhishayi+ noYowabhi+ noAsaheli,+ bebathathu.

  • 1 Kronike 27:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Owesine kweyesine inyanga yayinguAsaheli,+ umzalwana kaYowabhi,+ noZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share