-
2 Samuweli 18:2INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
2 Ngokubhekele phaya, uDavide wathumela enye inxalenye yesithathu+ yabantu phantsi kwesandla sikaYowabhi+ nenye inxalenye yesithathu phantsi kwesandla sika-Abhishayi+ unyana kaTseruya, umntakwabo Yowabhi,+ nenye inxalenye yesithathu phantsi kwesandla sikaItayi+ umGati. Wandula ke ukumkani wathi ebantwini: “Nam ndiya kuphuma nakanjani na kunye nani.”
-