2 Samuweli 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Xa uAbhinere wabuyela eHebron,+ uYowabhi ke wamthabathela bucala ngaphakathi kwesango ukuze athethe naye ngasese.+ Noko ke, wamhlaba esiswini,+ ngokokuze afe ngenxa yegazi lika-Asaheli+ umntakwabo. 2 Samuweli 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 UAsaheli+ umntakwabo Yowabhi wayephakathi kwamashumi lawo mathathu; uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem, 1 Kronike 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ke kumadoda anamandla omkhosi wamajoni, kwakukho uAsaheli+ umntakwabo Yowabhi, uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem, 1 Kronike 27:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Owesine kweyesine inyanga yayinguAsaheli,+ umzalwana kaYowabhi,+ noZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.
27 Xa uAbhinere wabuyela eHebron,+ uYowabhi ke wamthabathela bucala ngaphakathi kwesango ukuze athethe naye ngasese.+ Noko ke, wamhlaba esiswini,+ ngokokuze afe ngenxa yegazi lika-Asaheli+ umntakwabo.
24 UAsaheli+ umntakwabo Yowabhi wayephakathi kwamashumi lawo mathathu; uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem,
26 Ke kumadoda anamandla omkhosi wamajoni, kwakukho uAsaheli+ umntakwabo Yowabhi, uElihanan+ unyana kaDodo waseBhetelehem,
7 Owesine kweyesine inyanga yayinguAsaheli,+ umzalwana kaYowabhi,+ noZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.