1 Samuweli 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+ 1 Samuweli 17:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda. Mateyu 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 uYese wazala uDavide+ ukumkani.+UDavide wazala uSolomon+ ngomfazi kaUriya; Roma 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ngokuphathelele uNyana wakhe, owaphuma kwimbewu kaDavide+ ngokwasenyameni,+
13 Ngako oko uSamuweli wathabatha uphondo lweoli+ waza wamthambisa phakathi kwabantakwabo. Yaye umoya kaYehova waqalisa ukusebenza kuDavide ukususela loo mini.+ Kamva uSamuweli wasukuma waza wahamba waya eRama.+
12 Ke kaloku uDavide wayengunyana walo mEfrata+ waseBhetelehem yakwaYuda ogama linguYese. Wayenoonyana abasibhozo.+ Yaye ngemihla kaSawule le ndoda yayisele indala phakathi kwamadoda.
6 uYese wazala uDavide+ ukumkani.+UDavide wazala uSolomon+ ngomfazi kaUriya; Roma 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 ngokuphathelele uNyana wakhe, owaphuma kwimbewu kaDavide+ ngokwasenyameni,+