-
1 Kumkani 2:5INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
5 “Wena ngokwakho ukwazi kakuhle okwenziwa nguYowabhi kum unyana kaTseruya ngoko wakwenzayo+ kwiintloko ezimbini zomkhosi wakwaSirayeli, kuAbhinere+ unyana kaNere nakuAmasa+ unyana kaYetere,+ xa wababulalayo waza igazi+ lemfazwe walibeka kwixesha loxolo waza wabeka igazi lemfazwe ebhantini lakhe elalisesinqeni sakhe nakwiimbadada zakhe ezazisezinyaweni zakhe.
-